2 Kronike 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngalo lonke elo xesha bonke abakwaYuda babemi phambi kukaYehova,+ kwanabantwana,+ nabafazi babo noonyana babo. Nehemiya 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngosuku lweshumi elinesine lwale nyanga+ oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye bazila ukutya+ benamarhonya+ nothuli.+
13 Ngalo lonke elo xesha bonke abakwaYuda babemi phambi kukaYehova,+ kwanabantwana,+ nabafazi babo noonyana babo.
9 Ngosuku lweshumi elinesine lwale nyanga+ oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye bazila ukutya+ benamarhonya+ nothuli.+