Duteronomi 4:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wakuba sezingxakini ezinkulu, ekuzalisekeni kwawo onke la mazwi ekupheleni kwemihla, uya kwandula ke ubuyele kuYehova uThixo wakho+ uze uliphulaphule ilizwi lakhe.+ INdumiso 50:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nindibize ngemini yokubandezeleka.+Ndiya kunihlangula, yaye niya kundizukisa.”+ Yona 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mabazigqume ngamarhonya, umntu nesilwanyana sasekhaya; yaye mabamemeze kuThixo ngamandla baze babuye,+ ngamnye kwindlela yakhe embi nakugonyamelo olwalusezandleni zakhe.
30 Wakuba sezingxakini ezinkulu, ekuzalisekeni kwawo onke la mazwi ekupheleni kwemihla, uya kwandula ke ubuyele kuYehova uThixo wakho+ uze uliphulaphule ilizwi lakhe.+
8 Mabazigqume ngamarhonya, umntu nesilwanyana sasekhaya; yaye mabamemeze kuThixo ngamandla baze babuye,+ ngamnye kwindlela yakhe embi nakugonyamelo olwalusezandleni zakhe.