Yoweli 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba kunyuke uhlanga lweza kwilizwe lakowethu, lunamandla yaye alunakubalwa.+ Amazinyo alo ngamazinyo engonyama,+ yaye lunemihlathi yengonyama.
6 Kuba kunyuke uhlanga lweza kwilizwe lakowethu, lunamandla yaye alunakubalwa.+ Amazinyo alo ngamazinyo engonyama,+ yaye lunemihlathi yengonyama.