Duteronomi 32:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+ INdumiso 42:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abo babonisa ubutshaba kum bandingcikiva befuna ukubulala amathambo am,+Ngoxa imini yonke besithi kum: “Uphi na uThixo wakho?”+ INdumiso 79:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kutheni iintlanga zifanele zithi: “Uphi na uThixo wabo?”+Makwaziwe phakathi kweentlanga phambi kwamehlo akho+Ukuphindezelwa kwegazi labakhonzi bakho eliphalaziweyo.+ INdumiso 115:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kutheni na ukuba iintlanga zithi:+“Uphi na, ke, uThixo wabo?”+ Mika 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+
27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+
10 Abo babonisa ubutshaba kum bandingcikiva befuna ukubulala amathambo am,+Ngoxa imini yonke besithi kum: “Uphi na uThixo wakho?”+
10 Kutheni iintlanga zifanele zithi: “Uphi na uThixo wabo?”+Makwaziwe phakathi kweentlanga phambi kwamehlo akho+Ukuphindezelwa kwegazi labakhonzi bakho eliphalaziweyo.+
10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+