Isaya 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Kuwe izitena, kodwa siya kwakha ngamatye aqingqiweyo.+ Kugawulwe imithi yesikamore,+ koko siya kuyithabathel’ indawo ngemisedare.” Zefaniya 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Indyebo yawo imele ibe yeyokuphangwa nezindlu zawo zibe yinkangala ephanzileyo.+ Aya kwakha izindlu, kodwa akayi kuhlala kuzo;+ aya kutyala nezidiliya, kodwa akayi kusela wayini yazo.+
10 “Kuwe izitena, kodwa siya kwakha ngamatye aqingqiweyo.+ Kugawulwe imithi yesikamore,+ koko siya kuyithabathel’ indawo ngemisedare.”
13 Indyebo yawo imele ibe yeyokuphangwa nezindlu zawo zibe yinkangala ephanzileyo.+ Aya kwakha izindlu, kodwa akayi kuhlala kuzo;+ aya kutyala nezidiliya, kodwa akayi kusela wayini yazo.+