2 Kronike 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+ Amosi 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Makugaleleke okusesikweni kanye njengamanzi,+ nobulungisa njengomsinga ongatshiyo.+
6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+