Mateyu 26:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kweza kuye umfazi oneqhaga lealabhasta lineoli+ yobulawu exabiso likhulu, wamgalela ngayo entloko njengoko wayengqendeve etafileni. Yohane 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UMariya, ke ngoko, wathabatha iponti yeoli yobulawu, inadusi yokwenene,+ exabiso likhulu kakhulu, yaye wathambisa iinyawo zikaYesu waza wazisula iinyawo zakhe ngeenwele zakhe.+ Indlu yazaliswa livumba leoli yobulawu.
7 kweza kuye umfazi oneqhaga lealabhasta lineoli+ yobulawu exabiso likhulu, wamgalela ngayo entloko njengoko wayengqendeve etafileni.
3 UMariya, ke ngoko, wathabatha iponti yeoli yobulawu, inadusi yokwenene,+ exabiso likhulu kakhulu, yaye wathambisa iinyawo zikaYesu waza wazisula iinyawo zakhe ngeenwele zakhe.+ Indlu yazaliswa livumba leoli yobulawu.