Yeremiya 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi ke akuba egqibile uYeremiya ukuthetha konke oko uYehova wayemyalele ukuba akuthethe kubo bonke abantu, bandula ke ababingeleli nabaprofeti nabo bonke abantu bambamba, besithi: “Ngokuqinisekileyo uya kufa.+
8 Kwathi ke akuba egqibile uYeremiya ukuthetha konke oko uYehova wayemyalele ukuba akuthethe kubo bonke abantu, bandula ke ababingeleli nabaprofeti nabo bonke abantu bambamba, besithi: “Ngokuqinisekileyo uya kufa.+