Genesis 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+ Genesis 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+ 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+
17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+