2 Kronike 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 wadiliza kwanezibingelelo+ nezibonda ezingcwele,+ nemifanekiso eqingqiweyo+ wayityumza wayicola yaba ngumgubo;+ nazo zonke iziganga zeziqhumiso+ wazigawula kulo lonke ilizwe lakwaSirayeli, emva koko wabuyela eYerusalem. Hoseya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Intliziyo yakhe ibe nohanahaniso;+ ke uya kuba netyala. “Kukho ubani oya kuqhekeza izibingelelo zakhe; uya kuphanga iintsika zakhe.+ Mika 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo iSamariya ndiya kuyenza imfumba yamanxuwa asendle,+ iindawo zokutyala izidiliya; kwaye amatye ayo ndiza kuwaphosa entlanjeni, neziseko zayo ndiya kuzityhila.+
7 wadiliza kwanezibingelelo+ nezibonda ezingcwele,+ nemifanekiso eqingqiweyo+ wayityumza wayicola yaba ngumgubo;+ nazo zonke iziganga zeziqhumiso+ wazigawula kulo lonke ilizwe lakwaSirayeli, emva koko wabuyela eYerusalem.
2 Intliziyo yakhe ibe nohanahaniso;+ ke uya kuba netyala. “Kukho ubani oya kuqhekeza izibingelelo zakhe; uya kuphanga iintsika zakhe.+
6 Ngokuqinisekileyo iSamariya ndiya kuyenza imfumba yamanxuwa asendle,+ iindawo zokutyala izidiliya; kwaye amatye ayo ndiza kuwaphosa entlanjeni, neziseko zayo ndiya kuzityhila.+