INdumiso 33:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYehova ulitshitshisile icebo leentlanga;+Waziphuthisa iingcamango zezizwana.+ 1 Korinte 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ubulumko beli hlabathi bubudenge kuThixo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ubambisa izilumko kubuqhokolo bazo.”+
19 Ubulumko beli hlabathi bubudenge kuThixo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ubambisa izilumko kubuqhokolo bazo.”+