21 Zonke iimbiza zokupheka ezinemilomo ebanzi eYerusalem nakwaYuda zimele zibe yinto engcwele kaYehova wemikhosi, nabo bonke ababingelelayo bamele bafike baze bathabathe kuzo, bapheke ngazo.+ Akuyi kuba sabakho mKanan+ endlwini kaYehova wemikhosi ngaloo mini.”+