2 Kumkani 14:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Nguye owabuyisela umda wakwaSirayeli ukususela ekungeneni eHamati+ ukuya kufikelela kulwandle lwaseArabha,+ ngokwelizwi likaYehova uTHIXO wakwaSirayeli owathetha ngomkhonzi wakhe uYona+ unyana ka-Amitayi, umprofeti owayevela eGati-hefere.+ Luka 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Xa izihlwele zazibuthene ndawonye, waqala ukuthi: “Esi sizukulwana sisizukulwana esingendawo; sifuna umqondiso.+ Kodwa akukho mqondiso siya kuwunikwa ngaphandle komqondiso kaYona.+
25 Nguye owabuyisela umda wakwaSirayeli ukususela ekungeneni eHamati+ ukuya kufikelela kulwandle lwaseArabha,+ ngokwelizwi likaYehova uTHIXO wakwaSirayeli owathetha ngomkhonzi wakhe uYona+ unyana ka-Amitayi, umprofeti owayevela eGati-hefere.+
29 Xa izihlwele zazibuthene ndawonye, waqala ukuthi: “Esi sizukulwana sisizukulwana esingendawo; sifuna umqondiso.+ Kodwa akukho mqondiso siya kuwunikwa ngaphandle komqondiso kaYona.+