Genesis 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Emva koko indoda eyayisindile yaya kuxelela uAbram umHebhere.+ Wayemise umnquba wakhe ngoko phakathi kwemithi emikhulu kaMamre umAmori,+ umntakwabo Eshkoli nomntakwabo Anere;+ bona babenqophisene noAbram. Genesis 40:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokuba eneneni ndaqweqwediswa ezweni lamaHebhere;+ nalapha andenzanga nto konke konke, ukuba bandifake emhadini wentolongo.”+
13 Emva koko indoda eyayisindile yaya kuxelela uAbram umHebhere.+ Wayemise umnquba wakhe ngoko phakathi kwemithi emikhulu kaMamre umAmori,+ umntakwabo Eshkoli nomntakwabo Anere;+ bona babenqophisene noAbram.
15 Ngokuba eneneni ndaqweqwediswa ezweni lamaHebhere;+ nalapha andenzanga nto konke konke, ukuba bandifake emhadini wentolongo.”+