INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu. ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+