INdumiso 115:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa uThixo wethu usemazulwini;+Yonk’ into ayoliswa kukuyenza uyenzile.+ INdumiso 135:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yonk’ into uYehova ayoliswe kukuyenza uyenzile+Emazulwini nasemhlabeni, kwiilwandle nasemanzini onke anzongonzongo.+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
6 Yonk’ into uYehova ayoliswe kukuyenza uyenzile+Emazulwini nasemhlabeni, kwiilwandle nasemanzini onke anzongonzongo.+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+