IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Waza uThixo wadala izilo ezikhulu zaselwandle+ nayo yonke imiphefumlo ephilayo enambuzelayo,+ enyakazela emanzini ngohlobo lwayo, nazo zonke izidalwa eziphaphazelayo ezinamaphiko ngohlobo lwazo.+ Waza uThixo wabona ukuba kulungile.

  • INdumiso 104:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Lona ke olu lwandle lukhulu yaye lubanzi,+

      Apho kukho izinto ezinambuzelayo ezingenakubalwa,+

      Izidalwa eziphilayo, ezincinane kwakunye nezikhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share