Hezekile 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Elahlekileyo ndiya kuyifuna,+ nebhaduleyo ndiya kuyibuyisa, neyaphukileyo ndiya kuyibopha, negulayo ndiya kuyomeleza, kodwa etyebileyo+ neyomeleleyo ndiya kuyibhubhisa. Leyo ndiya kuyondla ngomgwebo.”+ Zefaniya 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo. Hebhere 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke zoluleni izandla eziwileyo+ namadolo anengevane,+
16 “Elahlekileyo ndiya kuyifuna,+ nebhaduleyo ndiya kuyibuyisa, neyaphukileyo ndiya kuyibopha, negulayo ndiya kuyomeleza, kodwa etyebileyo+ neyomeleleyo ndiya kuyibhubhisa. Leyo ndiya kuyondla ngomgwebo.”+
19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.