Hoseya 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Inimba yomfazi ozalayo iya kuza kuye.+ Ungunyana ongenabulumko,+ kuba ngexesha elifanelekileyo uya kuma ngxi ekuqhambukeni koonyana esibelekweni.+
13 Inimba yomfazi ozalayo iya kuza kuye.+ Ungunyana ongenabulumko,+ kuba ngexesha elifanelekileyo uya kuma ngxi ekuqhambukeni koonyana esibelekweni.+