INdumiso 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+ INdumiso 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+ Hoseya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+ Hoseya 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 IAsiriya ayiyi kusisindisa.+ Asiyi kuwakhwela amahashe.+ Yaye asisayi kuphinda sithi: “Owu Thixo wethu!” ngenxa yoko kungumsebenzi wezandla zethu, kuba nguwe oyenzele inceba inkwenkwe engenayise.’+ Zekariya 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyinqumla inqwelo yokulwa kwaEfrayim nehashe eYerusalem.+ Nesaphetha sedabi+ simele sinqunyulwe. Okunene uya kuthetha uxolo ezintlangeni;+ nolawulo lwakhe luya kususela elwandle luse elwandle, lususele kuwo uMlambo luse kwiziphelo zomhlaba.+
7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+
16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+
7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+
3 IAsiriya ayiyi kusisindisa.+ Asiyi kuwakhwela amahashe.+ Yaye asisayi kuphinda sithi: “Owu Thixo wethu!” ngenxa yoko kungumsebenzi wezandla zethu, kuba nguwe oyenzele inceba inkwenkwe engenayise.’+
10 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyinqumla inqwelo yokulwa kwaEfrayim nehashe eYerusalem.+ Nesaphetha sedabi+ simele sinqunyulwe. Okunene uya kuthetha uxolo ezintlangeni;+ nolawulo lwakhe luya kususela elwandle luse elwandle, lususele kuwo uMlambo luse kwiziphelo zomhlaba.+