IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+

      Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+

      Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+

      Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+

  • Mika 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ndiza kuphumeza impindezelo ndinomsindo nobushushu kwiintlanga ezingathobeliyo.”+

  • Roma 13:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 kuba lingumlungiseleli kaThixo kuwe ukuze kulungelwe wena.+ Kodwa ukuba wenza okubi,+ yoyika: kuba aliliphathanga ngaphandle kwenjongo ikrele; kuba lingumlungiseleli kaThixo, umphindezeli+ wokubonakalisa ingqumbo kulowo uqhelisela okubi.

  • Hebhere 10:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share