Isaya 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+ Mika 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo owayejingxela ndiya kumenza intsalela,+ nalowo washenxiselwa kude abe luhlanga olunamandla;+ yaye uYehova okunene uya kulawula njengokumkani phezu kwabo eNtabeni yeZiyon, ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+
22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+
7 Ngokuqinisekileyo owayejingxela ndiya kumenza intsalela,+ nalowo washenxiselwa kude abe luhlanga olunamandla;+ yaye uYehova okunene uya kulawula njengokumkani phezu kwabo eNtabeni yeZiyon, ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+