1 Kronike 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bona oonyana bakaYekoniya njengebanjwa yayinguShelatiyeli+ unyana wakhe Luka 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 unyana kaYowanan,unyana kaResa,unyana kaZerubhabheli,+unyana kaShelatiyeli,+unyana kaNeri,