IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 41:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Neemazi zeenkomo ezisixhenxe ezinqinileyo nezimbi ezinyukileyo emva kwazo ziyiminyaka esixhenxe; nezikhwebu ezisixhenxe ezingenanto, ezitshileyo ngumoya wasempuma,+ ziya kuba yiminyaka esixhenxe yendlala.+

  • Amosi 4:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Ndanibetha ngembalela nesihumba.+ Imiyezo yenu nezidiliya zenu zanda, kodwa imikhiwane yenu neminquma yenu yadliwa ngumbungu;+ ukanti anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share