Ezra 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye uHagayi+ umprofeti noZekariya+ umzukulwana kaIdo+ umprofeti waprofeta kumaYuda awayekwaYuda naseYerusalem, egameni+ likaTHIXO kaSirayeli obekuwo.+ Zekariya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngomhla wamashumi amabini anesine kwinyanga yeshumi elinanye, oko kukuthi, inyanga enguShebhati, ngonyaka wesibini kaDariyo,+ ilizwi likaYehova lafika kuZekariya+ unyana kaBherekiya unyana kaIdo+ umprofeti, lisithi:
5 Yaye uHagayi+ umprofeti noZekariya+ umzukulwana kaIdo+ umprofeti waprofeta kumaYuda awayekwaYuda naseYerusalem, egameni+ likaTHIXO kaSirayeli obekuwo.+
7 Ngomhla wamashumi amabini anesine kwinyanga yeshumi elinanye, oko kukuthi, inyanga enguShebhati, ngonyaka wesibini kaDariyo,+ ilizwi likaYehova lafika kuZekariya+ unyana kaBherekiya unyana kaIdo+ umprofeti, lisithi: