Zekariya 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘“Ngokuqinisekileyo ndiya kubuyela eYerusalem ngenceba.+ Indlu yam iya kwakhelwa khona,”+ utsho uYehova wemikhosi, “nolutya lokulinganisa luya kolulwa phezu kweYerusalem.”’+ Malaki 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukususela kwimihla yookhokho benu niye naphambuka kwimimiselo yam naza anayigcina.+ Buyelani kum, nam ndiza kubuyela kuni,”+ utsho uYehova wemikhosi. Naza nina nathi: “Siya kubuyela ngayiphi na indlela?”
16 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘“Ngokuqinisekileyo ndiya kubuyela eYerusalem ngenceba.+ Indlu yam iya kwakhelwa khona,”+ utsho uYehova wemikhosi, “nolutya lokulinganisa luya kolulwa phezu kweYerusalem.”’+
7 Ukususela kwimihla yookhokho benu niye naphambuka kwimimiselo yam naza anayigcina.+ Buyelani kum, nam ndiza kubuyela kuni,”+ utsho uYehova wemikhosi. Naza nina nathi: “Siya kubuyela ngayiphi na indlela?”