INdumiso 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+ INdumiso 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+ Hagayi 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyibhukuqa itrone yezikumkani ndize ndiwabhangise amandla ezikumkani zeentlanga;+ yaye ndiya kuzibhukuqa iinqwelo nabakhweli bazo, namahashe nabakhweli bawo baya kwehla ngokuqinisekileyo,+ ngamnye ngekrele lomzalwana wakhe.’”+
7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+
16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+
22 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyibhukuqa itrone yezikumkani ndize ndiwabhangise amandla ezikumkani zeentlanga;+ yaye ndiya kuzibhukuqa iinqwelo nabakhweli bazo, namahashe nabakhweli bawo baya kwehla ngokuqinisekileyo,+ ngamnye ngekrele lomzalwana wakhe.’”+