Yeremiya 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Yaye xa esi sizwana okanye umprofeti okanye umbingeleli bekubuza, besithi, ‘Uyintoni na umthwalo kaYehova?’+ uze uthi kubo, ‘“Nini—Owu onjani wona umthwalo!+ Kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kunishiya,”+ utsho uYehova.’ Zekariya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba imilonde-khaya+ ithethe okungaqhelekanga; nabo bavumisayo babone ubuxoki,+ bathetha amaphupha angenaxabiso, bathuthuzelela ilize.+ Kungenxa yoko le nto ngokuqinisekileyo beya kumka njengomhlambi;+ baya kuxhwaleka, ngenxa yokuba akukho malusi.+
33 “Yaye xa esi sizwana okanye umprofeti okanye umbingeleli bekubuza, besithi, ‘Uyintoni na umthwalo kaYehova?’+ uze uthi kubo, ‘“Nini—Owu onjani wona umthwalo!+ Kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kunishiya,”+ utsho uYehova.’
2 Kuba imilonde-khaya+ ithethe okungaqhelekanga; nabo bavumisayo babone ubuxoki,+ bathetha amaphupha angenaxabiso, bathuthuzelela ilize.+ Kungenxa yoko le nto ngokuqinisekileyo beya kumka njengomhlambi;+ baya kuxhwaleka, ngenxa yokuba akukho malusi.+