Zekariya 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuya kuthi ke ngaloo mini+ iYerusalem ndiyenze ilitye elinzima+ kuzo zonke izizwana. Bonke abo baliphakamisayo nakanjani na baya kukrweleka ngokuqatha; yaye ngokuqinisekileyo zonke iintlanga zomhlaba ziya kuyihlanganyela.+
3 Kuya kuthi ke ngaloo mini+ iYerusalem ndiyenze ilitye elinzima+ kuzo zonke izizwana. Bonke abo baliphakamisayo nakanjani na baya kukrweleka ngokuqatha; yaye ngokuqinisekileyo zonke iintlanga zomhlaba ziya kuyihlanganyela.+