Yeremiya 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+ Hezekile 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ndiza kubandisa abantu phezu kwenu, indlu kaSirayeli iphela,+ iyonke, nezixeko zimele zibe nabemi,+ neendawo eziphanzileyo ziya kubuya zakhiwe.+ Zekariya 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaloo mini ndiya kuzenza iinkosana zakwaYuda zibe njengembiza yomlilo phakathi kwemithi+ nanjengesikhuni somlilo kwizithungu ezisandul’ ukusikwa,+ kwaye zimele ziziqwenge ngasekunene nangasekhohlo zonke izizwana ezizijikelezileyo;+ iYerusalem imele ibe nabemi endaweni yayo, eYerusalem.+
18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+
10 Yaye ndiza kubandisa abantu phezu kwenu, indlu kaSirayeli iphela,+ iyonke, nezixeko zimele zibe nabemi,+ neendawo eziphanzileyo ziya kubuya zakhiwe.+
6 Ngaloo mini ndiya kuzenza iinkosana zakwaYuda zibe njengembiza yomlilo phakathi kwemithi+ nanjengesikhuni somlilo kwizithungu ezisandul’ ukusikwa,+ kwaye zimele ziziqwenge ngasekunene nangasekhohlo zonke izizwana ezizijikelezileyo;+ iYerusalem imele ibe nabemi endaweni yayo, eYerusalem.+