Yeremiya 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+
18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+