Mateyu 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kanti limxinwa isango kwaye imxinwa indlela esa ebomini, yaye bambalwa abayifumanayo.+ Luka 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke kaloku umntu othile wathi kuye: “Nkosi, bambalwa na abo basindiswayo?”+ Wathi kubo: