Luka 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa abemi abangoowabo babemthiyile+ baza bathumela igqiza loonozakuzaku emva kwakhe, ukuya kuthi, ‘Asifuni ukuba lo mntu abe ngukumkani phezu kwethu.’+
14 Kodwa abemi abangoowabo babemthiyile+ baza bathumela igqiza loonozakuzaku emva kwakhe, ukuya kuthi, ‘Asifuni ukuba lo mntu abe ngukumkani phezu kwethu.’+