-
Yeremiya 26:18INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
18 “UMika+ waseMoresheti+ wayeprofeta ngemihla kaHezekiya ukumkani wakwaYuda+ yaye wahlabela mgama wathi kubo bonke abantu bakwaYuda, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “IZiyon iya kulinywa njengentsimi nje,+ neYerusalem iya kuba njengeemfumba nje zamanxuwa,+ nentaba yeNdlu iya kuba lihlathi kwiindawo eziphakamileyo.”’+
-