Rute 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uBhohazi wamthabatha uRute waba ngumfazi wakhe, waba neentlobano zokwazana naye. Ngoko uYehova wamenza ukuba akhawule+ waza wazala unyana.
13 Ngako oko uBhohazi wamthabatha uRute waba ngumfazi wakhe, waba neentlobano zokwazana naye. Ngoko uYehova wamenza ukuba akhawule+ waza wazala unyana.