Hebhere 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.
10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.