Mateyu 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ukanti ndiya kwandula ndivume kubo ndithi: Andizange ndinazi!+ Mkani kum, nina benzi bokuchasene nomthetho.+ Luka 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kodwa uya kuthetha athi kuni, ‘Andinazi apho nivela khona. Mkani kum, nonke nina basebenzi bentswela-bulungisa!’+
23 Ukanti ndiya kwandula ndivume kubo ndithi: Andizange ndinazi!+ Mkani kum, nina benzi bokuchasene nomthetho.+
27 Kodwa uya kuthetha athi kuni, ‘Andinazi apho nivela khona. Mkani kum, nonke nina basebenzi bentswela-bulungisa!’+