Marko 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko abafundi baphuma, bangena esixekweni, bakufumana kanye kunjengokuba wayetshilo kubo; baza balungiselela ipasika.+ Luka 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko bemka baza bakufumana kanye kunjengoko wayetshilo kubo, yaye bayilungiselela ipasika.+
16 Ngoko abafundi baphuma, bangena esixekweni, bakufumana kanye kunjengokuba wayetshilo kubo; baza balungiselela ipasika.+