1 Korinte 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba ndakwamkela eNkosini oko ndakunikezela kuni, okokuba iNkosi uYesu ngobusuku+ eyayiza kunikelwa ngabo yathabatha isonka
23 Kuba ndakwamkela eNkosini oko ndakunikezela kuni, okokuba iNkosi uYesu ngobusuku+ eyayiza kunikelwa ngabo yathabatha isonka