IMizekeliso 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+ Marko 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kodwa uPetros wathi kuye: “Kwanokuba bonke abanye bayakhubeka, kodwa andisayi kukhubeka.”+