Marko 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngako oko uYesu wathi kuye: “Inene ndithi kuwe, Wena namhlanje, ewe, ngobu busuku, ngaphambi kokuba umqhagi ukhonye kabini, kwawena lo uya kundikhanyela kathathu.”+ Luka 22:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kodwa wathi: “Ndithi kuwe, Petros, Umqhagi awuyi kukhonya namhlanje ungekakhanyeli kathathu ukuba uyandazi.”+ Yohane 13:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UYesu waphendula wathi: “Uya kuwunikezela na umphefumlo wakho ngenxa yam? Inene, inene, ndithi kuwe, Umqhagi awuyi kukhonya de ube undikhanyele kathathu.”+
30 Ngako oko uYesu wathi kuye: “Inene ndithi kuwe, Wena namhlanje, ewe, ngobu busuku, ngaphambi kokuba umqhagi ukhonye kabini, kwawena lo uya kundikhanyela kathathu.”+
34 Kodwa wathi: “Ndithi kuwe, Petros, Umqhagi awuyi kukhonya namhlanje ungekakhanyeli kathathu ukuba uyandazi.”+
38 UYesu waphendula wathi: “Uya kuwunikezela na umphefumlo wakho ngenxa yam? Inene, inene, ndithi kuwe, Umqhagi awuyi kukhonya de ube undikhanyele kathathu.”+