Luka 22:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Wandula ke uYesu wathi kubabingeleli abaziintloko nabaphathi betempile namadoda amakhulu awayezele yena apho: “Niphume ninamakrele namagqudu ngokungathi nize kumphangi na?+ IZenzo 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+
52 Wandula ke uYesu wathi kubabingeleli abaziintloko nabaphathi betempile namadoda amakhulu awayezele yena apho: “Niphume ninamakrele namagqudu ngokungathi nize kumphangi na?+
16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+