Mateyu 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ekuphenduleni uSimon Petros wathi: “UnguKRISTU,+ uNyana woThixo ophilayo.”+ Luka 22:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 “Ukuba unguKRISTU,+ sixelele.” Kodwa wathi kubo: “Kwanokuba bendinixelele, beningayi kukholelwa konke konke.+ Yohane 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke amaYuda amrhawula aza athi kuye: “Koda kube nini na uyigcine imiphefumlo yethu ithingaza? Ukuba unguKRISTU,+ sixelele ngokuphandle.”+
67 “Ukuba unguKRISTU,+ sixelele.” Kodwa wathi kubo: “Kwanokuba bendinixelele, beningayi kukholelwa konke konke.+
24 Ngoko ke amaYuda amrhawula aza athi kuye: “Koda kube nini na uyigcine imiphefumlo yethu ithingaza? Ukuba unguKRISTU,+ sixelele ngokuphandle.”+