IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 22:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Izambatho zam bahlulelana ngazo,+

      Isinxibo sam benza amaqashiso ngaso.+

  • Luka 23:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 [[Kodwa uYesu wayesithi: “Bawo, baxolele,+ kuba abakwazi oko bakwenzayo.”]] Ngapha koko, ukuze babelane ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.+

  • Yohane 19:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Xa amajoni ayembethelele uYesu, azithabatha izambatho zakhe zangaphezulu aza enza iinxalenye ezine, ijoni ngalinye lanenxalenye, nesambatho sangaphantsi. Kodwa isambatho sangaphantsi sasingenamthungo, silukiwe ukususela phezulu kubo bonke ubude baso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share