Mateyu 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko kweza kuye unina woonyana bakaZebhedi+ noonyana bakhe, equbuda yaye ecela okuthile kuye.+ Marko 15:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kwakukho nabafazi ababebona bemgama,+ phakathi kwabo yayinguMariya Magadala kwakunye noMariya unina kaYakobi omNcinane nokaYose, noSalome,+ Yohane 19:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Noko ke, ngakuso isibonda sentuthumbo sikaYesu kwakumi unina+ nodade bonina; uMariya+ umfazi kaKlopa, noMariya Magadala.+
40 Kwakukho nabafazi ababebona bemgama,+ phakathi kwabo yayinguMariya Magadala kwakunye noMariya unina kaYakobi omNcinane nokaYose, noSalome,+
25 Noko ke, ngakuso isibonda sentuthumbo sikaYesu kwakumi unina+ nodade bonina; uMariya+ umfazi kaKlopa, noMariya Magadala.+