IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 7:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Ngoko ke wonk’ ubani owevayo la mazwi am aze awenze uya kufaniswa nendoda eyingqondi, eyakha indlu yayo phezu kolwalwa.+

  • Yohane 14:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+

  • 1 Timoti 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ukuba uyigcine ngendlela engenabala nengenakukhalazeleka le miyalelo, kude kube sekubonakalisweni+ kweNkosi yethu uYesu Kristu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share