1 Korinte 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba ndakwamkela eNkosini oko ndakunikezela kuni, okokuba iNkosi uYesu ngobusuku+ eyayiza kunikelwa ngabo yathabatha isonka 2 Petros 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze niwakhumbule amazwi awathethwa ngaphambili ngabaprofeti+ abangcwele nomyalelo weNkosi noMsindisi ngabapostile benu.+ 1 Yohane 3:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Eneneni, lo ngumyalelo wakhe, ukuba sibe nokholo egameni loNyana wakhe uYesu Kristu+ yaye sithandane,+ kanye njengoko wasiyalelayo.
23 Kuba ndakwamkela eNkosini oko ndakunikezela kuni, okokuba iNkosi uYesu ngobusuku+ eyayiza kunikelwa ngabo yathabatha isonka
2 ukuze niwakhumbule amazwi awathethwa ngaphambili ngabaprofeti+ abangcwele nomyalelo weNkosi noMsindisi ngabapostile benu.+
23 Eneneni, lo ngumyalelo wakhe, ukuba sibe nokholo egameni loNyana wakhe uYesu Kristu+ yaye sithandane,+ kanye njengoko wasiyalelayo.