Luka 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waphakamisela amehlo akhe kubafundi bakhe waza wathi:+ “Ninoyolo nina mahlwempu,+ ngenxa yokuba bobenu ubukumkani bukaThixo. 1 Korinte 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa umntu wokwenyama akazamkeli izinto zomoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye; yaye akanakuzazi,+ ngenxa yokuba zincinwa ngokomoya.
20 Waphakamisela amehlo akhe kubafundi bakhe waza wathi:+ “Ninoyolo nina mahlwempu,+ ngenxa yokuba bobenu ubukumkani bukaThixo.
14 Kodwa umntu wokwenyama akazamkeli izinto zomoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye; yaye akanakuzazi,+ ngenxa yokuba zincinwa ngokomoya.