Mateyu 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+ Luka 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ninoyolo xa sukuba abantu benithiyile,+ naxa sukuba benikhuphela bucala yaye beningcikiva kwaye beliphosela phandle+ igama lenu njengelingendawo ngenxa yoNyana womntu. Yakobi 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kugqaleni kuluvuyo olukhulu, bazalwana bam, xa nihlangabezana nezilingo ezahlukahlukeneyo,+ 1 Petros 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+
22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+
22 “Ninoyolo xa sukuba abantu benithiyile,+ naxa sukuba benikhuphela bucala yaye beningcikiva kwaye beliphosela phandle+ igama lenu njengelingendawo ngenxa yoNyana womntu.
14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+