IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+

  • Mateyu 23:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 yaye nithi, ‘Ukuba sasikho ngemihla yookhokho bethu, sasingayi kuba nasabelo nabo kwigazi labaprofeti.’+

  • Luka 6:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yibani nemihlali ngaloo mini nize nixhumaxhume, kuba, khangelani! umvuzo wenu mkhulu ezulwini, kuba ezo zizinto ezifanayo ababefudula bezenza ookhokho babo kubaprofeti.+

  • IZenzo 7:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+

  • 1 Tesalonika 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 lawo ayibulalayo iNkosi uYesu+ nabaprofeti+ aza asitshutshisa nathi.+ Ngapha koko, akamkholisi uThixo, kodwa anxamnye nezilangazelelo zabantu bonke,

  • Hebhere 11:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Baxulutywa ngamatye,+ balingwa,+ banqunqwa ngesarha, bafa+ ngokubulawa ngogonyamelo ngekrele, babehambahamba ngeemfele zeegusha,+ ngeemfele zeebhokhwe, ngoxa babeswele,+ besezimbandezelweni,+ bephatheke kabuhlungu;+

  • Yakobi 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Bazalwana, bathabatheni njengomzekelo+ wokunyamezela ububi+ nowokuqhelisela umonde+ abaprofeti,+ ababethetha egameni likaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share